Inguqulelo ka provoke in isiXhosa

provoke

-caphukisa

Ubizo-magama /pruh-vohk/

isenziprovoked, provoking

  • 1

    -caphukisa
    -xhokonkxa
    -nxwala
    -chukumisa
    The rise in the bread price provoked anger Ukunyuka kwexabiso lesonka kwaxhokonkxa ingqumbo