Inguqulelo ka pupil in isiXhosa

pupil

umfundi

Ubizo-magama /pew-pil/

isibizoPlural pupils

  • 1

    umfundi
    There are 30 pupils in the class Kukho abafundi abangama-30 eklasini
    → Synonym of learner
  • 2

    ibhayoloji
    ukhozo lweliso
    The pupils of her eyes were dilated Iinkozo zamehlo akhe zaba nkulu