Inguqulelo ka puppy in isiXhosa

puppy

umbundlwana

Ubizo-magama /pup-ee/

isibizoPlural puppies

  • 1

    umbundlwana
    injana
    intshontsho lenja
    Our dog had six puppies Inja yethu yafumana amantshontsho amathandathu