Inguqulelo ka push in isiXhosa

push

-tyhala

Ubizo-magama /puush/

isenzipushed, pushing

  • 1

    -tyhala
    -sunduza
    Please help us to push the car Nceda, usincedise sityhale imoto
  • 2

    -cinezela
    Push this button to switch the machine off Cinezela eli qhosha xa ulayita umatshini
    → Synonym of press
  • 3

    -tyhudisa
    He pushed through the crowd of people Watyhudisa phakathi kwenginginya yabantu