Inguqulelo ka quadrilateral in isiXhosa

quadrilateral

isazobe esinamacala amane

Ubizo-magama /kwod-ri-lat-ruhl/

isibizoPlural quadrilaterals

izibalo

  • 1

    isazobe esinamacala amane
    ikhwadrilatherali
    Squares and rectangles are quadrilaterals Izikwere neengxande ngoomacala mane
    • any flat closed shape with four straight sides
    • nayiphi na imilo esicaba enamacala amane athe ngqo