Inguqulelo ka quarter in isiXhosa

quarter

ikota

Ubizo-magama /kwaw-tuh/

isibizoPlural quarters

izibalo

  • 1

    ikota
    isahlulo sesine
    Ben spent a quarter of an hour here UBen uhleli ikota yeyure apha
    Cut the orange into quarters Sika iorenji ibe ziikota
    We took three quarters of the cake Sathatha iikota ezintathu zekeyiki

Usetyenziso

A 'quarter' can also be written as '¼'.