Inguqulelo ka question in isiXhosa

question

umbuzo

Ubizo-magama /kwess-tshuhn/

isibizoPlural questions

  • 1

    umbuzo
    He asked many questions Wabuza imibuzo emininzi
    Please answer my question Nceda, phendula umbuzo wam
    What is the answer to question 2? Ithini impendulo yombuzo 2?