Inguqulelo ka quiet in isiXhosa

quiet

-the cwaka

Ubizo-magama /kwy-uht/

isiphawuliquieter, quietest

  • 1

    -the cwaka
    -the zole
    -the tu
    -zolile(yo)
    It was quiet in the house Bekuthe cwaka endlwini
  • 2

    -zolile(yo)
    -pholile(yo)
    Let's play quiet music Masidlale umculo ozolileyo
  • 3

    -thule(yo)
    She is a quiet girl Uyintombi ethuleyo

Usetyenziso

Don't confuse 'quiet' with 'quite'.