Inguqulelo ka quite in isiXhosa

quite

noko

Ubizo-magama /kwite/

isihlomelo

  • 1

    noko
    I'm quite cold, but I'm not freezing Ndiyagodola noko, kodwa andiqhaqhazeli
  • 2

    eneneni
    mpela
    ngokwenene
    I'm quite sure; I'm certain! Ndiqiniseke mpela; ndiqinisekile

Usetyenziso

You need to listen carefully when people use this word, to work out whether the first or the second meaning is intended. Don't confuse 'quite' with 'quiet'.