Inguqulelo ka quotation in isiXhosa

quotation

isicatshulwa

Ubizo-magama /kwoh-tay-shuhn/

isibizoPlural quotations

  • 1

    isicatshulwa
    "The Lord is my shepherd" is a quotation from the Bible "UYehova ngumalusi wam" sisicatshulwa esithathwe eBhayibhileni
  • 2

    intelekelelo yeendleko
    ikoteyishini ngokungekho sikweni
    His quotation for doing the work is R5 000 Intelekelelo yakhe yeendleko zokwenza lo umsebenzi ngama -R5 000

Usetyenziso

This word is often shortened to 'quote'.