Inguqulelo ka quote in isiXhosa

quote

-caphula

Ubizo-magama /kwoht/

isenziquoted, quoting

  • 1

    -caphula
    Veli quoted Mandela's words: "It always seems impossible until it's done." UVeli wacaphula amazwi kaMandela athi, "Isoloko ikhangeleka ngokungathi ayinakwenzeka de ibe iyenziwa."
  • 2

    (a price)
    -thelekelela ixabiso