Inguqulelo ka quotient in isiXhosa

quotient

isahlulo

Ubizo-magama /kwoh-shuhnt/

isibizoPlural quotients

izibalo

  • 1

    isahlulo
    isiphumo solwahlulo
    ikhowushenti ngokungekho sikweni
    The quotient of 50 divided by 10 is 5 (50/10 = 5) Isiphumo solwahlulo lwama-50 nge-10 sisi-5
    → Compare product
    • the answer that you get when you divide numbers
    • isiphumo osifumanayo xa usahlula amanani