Inguqulelo ka radius in isiXhosa

radius

umakha-sangqa

Ubizo-magama /ray-di-uhss/

isibizoPlural radii

izibalo

  • 1

    umakha-sangqa
    ummandla
    ireyidiyasi
    Can you measure the radius of the circle? Ungawulinganisa umakha-sangqa wesangqa?
    • the length of a straight line from the centre of a circle to any point along its circumference
    • ubude bomgca omde osuka embindini wesangqa ukuya nakwiyiphi na indawo kwisazinge