Inguqulelo ka railway in isiXhosa

railway

isiporo setreyini

Ubizo-magama /rayl-way/

isibizoPlural railways

  • 1

    isiporo setreyini
    umgaqo kaloliwe
    A railway runs from Cape Town to Johannesburg Isiporo setreyini sisuka eKapa siye eRhawutini
  • 2

    iinkonzo zoololiwe
    igutsi
    uloliwe
    itreyini
    Farmers use the railways to transport goods Amafama asebenzisa iinkonzo zoololiwe ukuthutha izinto