Inguqulelo ka rainfall in isiXhosa

rainfall

ubungakanani bemvula

Ubizo-magama /rayn-fawl/

isibizo

  • 1

    ubungakanani bemvula
    In 2010 the rainfall in our town was 750 mm Ngowama-2010 ubungakanani bemvula edolophini yethu bebungama-750 mm