Inguqulelo ka rake in isiXhosa

rake

iharika

Ubizo-magama /rayk/

isibizoPlural rakes

  • 1

    iharika
    I need a rake and a spade Ndifuna iharika nomhlakulo

isenzi

  • 1

    -harika
    I am raking the soil Ndiharika umhlaba