Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika range in isiXhosa

: range1range2

range1

uluhlu

Ubizo-magama /raynj/

isibizoPlural ranges

  • 1

    uluhlu
    The shop has a range of different jeans Ivenkile inoluhlu lweejini ezahlukileyo
  • 2

    umda
    The price range of shoes here is from R50 to R800 Umda wamaxabiso ezihlangu apha usukela kuma-R50 uye kuma-R800
  • 3

    ulundi
    uludwe
    The Drakensberg is a range of mountains Iintaba zoKhahlamba zilulundi lweentaba
  • 4

    ummandla
    umda
    I'm out of cellphone range here; I can't use the phone Andikho kummandla weselfowuni apha; andikwazi ukusebenzisa ifowuni

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika range in isiXhosa

: range1range2

range2

-sukela

Ubizo-magama /raynj/

isenziranged, ranging

  • 1

    -sukela
    -qalela
    Prices range from R20 to R250 Amaxabiso asukela kuma-R20 ukuya kuma-R250
  • 2

    -canda
    -hamba-hamba
    Cattle range over these hills Iinkomo zicanda phesheya kwezi nduli