Inguqulelo ka rap in isiXhosa

rap

irephu

Ubizo-magama /rap/

isibizoPlural raps

  • 1

    irephu
    Zweli loves listening to rap UZweli uyathanda ukumamela irephu
  • 2

    ukubetha
    ukungongoza
    I heard a loud rap on the door Ndeva ukungongoza okukhulu emnyango

Usetyenziso

Don't confuse 'rap' with 'wrap'.