Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika rate in isiXhosa

: rate1rate2

rate1

isantya

Ubizo-magama /rayt/

isibizoPlural rates

  • 1

    isantya
    He walks at a fast rate Uhamba ngesantya esiphezulu
    → Synonym of speed
  • 2

    umlinganiselo
    inani
    The crime rate has risen Inani lolwaphumlo-mthetho linyukile
  • 3

    umlinganiselo
    ixabiso
    What are the rates for posting letters? Athini amaxabiso okuposa iileta?
    The rate of pay is R40 an hour Umlinganiselo wentlawulo ngama-R40 ngeyure
  • 4

    (tax on property)
    intlawulo yobuhlali
    iireyithsi ngokungekho sikweni
    Home-owners must pay rates to the City Council Abanini-zindlu kufuneka bahlawule iintlawulo zobuhlali kuMasipala wesiXeko

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika rate in isiXhosa

: rate1rate2

rate2

-hlela

Ubizo-magama /rayt/

isenzirated, rating

  • 1

    -hlela
    -vandlakanya
    -bona
    He is rated as the best tennis player in the country Ubonwa njengoyena mdlali wentenetya uphambili kweli lizwe