Inguqulelo ka ratio in isiXhosa

ratio

ulinganiselo

Ubizo-magama /ray-shi-oh/

isibizoPlural ratios

izibalo

  • 1

    ulinganiselo
    The ratio of learners to teachers in this college is thirty-five to one (or 35:1) Ulinganiselo lwabafundi kootitshala kule kholeji ngama-35 kutitshala ngamnye (okanye 35:1)
    • the relationship between two numbers, given by the quotient
    • unxulumano phakathi kwamanani amabini, olunikwa sisiphumo solwahlulo (ikhowushenti)