Inguqulelo ka reaction in isiXhosa

reaction

ukwamkela

Ubizo-magama /ree-ak-shuhn/

isibizoPlural reactions

  • 1

    ukwamkela
    ukuthatha
    impendulo
    What was his reaction to the news? Yaba yintoni impendulo yakhe kwezo ndaba? (or: Wazamkela njani ezo ndaba?)
  • 2

    ikhemistri
    ukudibana
    • a chemical change caused when two or more substances come into contact with one another
    • utshintsho lwekhemikhali olwenzeka xa izinto ezimbini nangaphezulu zidibana