Inguqulelo ka really in isiXhosa

really

okwenene

Ubizo-magama /reer-lee/

isihlomelo

  • 1

    okwenene
    nyhani
    ngenene
    Is he really angry or is he joking? Ngaba unomsindo ngenene na okanye uyadlala?
  • 2

    inene?
    nyhani?
    nyhaninyhani? ngokungekho sikweni
    "I've just won the jackpot!" "Really?" "Ndiphumelele ijekpoti" "Inene?"