Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika rebel in isiXhosa

: rebel1rebel2

rebel1

injubaqa

Ubizo-magama /reb-uhl/

isibizoPlural rebels

  • 1

    injubaqa
    umvukeli
    He was a rebel at school – always in trouble Wayeyinjubaqa esikolweni – wayesoloko esezinkathazweni

Usetyenziso

Note that the noun 'rebel' is pronounced differently from the verb.

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika rebel in isiXhosa

: rebel1rebel2

rebel2

-phikisana

Ubizo-magama /ruh-bel/

isenzirebelled, rebelling

  • 1

    -phikisana
    -vukela
    She rebelled against her strict parents Waphikisana nabazali bakhe abangqongqo