Inguqulelo ka recognise in isiXhosa

recognise

-azi

(recognize)

Ubizo-magama /rek-og-nize/

isenzirecognised, recognising

  • 1

    -azi
    -qonda
    -nakana
    I didn't recognise you without your beard Andikwazanga ngoku ungenazindevu
  • 2

    -amkela
    -vuma
    He recognises that he caused the crash Uyavuma ukuba nguye owabangela ungqubano
  • 3

    -amkela
    This diploma is recognised in other countries Le diploma iyamkelwa kwamanye amazwe