Inguqulelo ka refer in isiXhosa

refer

-bhekisela

Ubizo-magama /ri-fur/

isenzireferred, referring

  • 1

    -bhekisela
    -bhekisa
    -thetha
    -tsho ngokungekho sikweni
    Who are you referring to? Ubhekisa kubani?
    I'm referring to James Ndibhekisa kuJames
  • 2

    -khangela
    -jonga
    You can refer to the dictionary for more information Ungakhangela kwisichazi-magama iinkcukacha ezithe chatha