Inguqulelo ka refund in isiXhosa

refund

imbuyiselo

Ubizo-magama /ree-fund/

isibizoPlural refunds

  • 1

    imbuyiselo
    imbuyekezo
    Return the radio to the shop and get a refund Yibuyisele evenkileni irediyo ufumane imbuyiselo

isenzi

  • 1

    -buyisela
    The shop-owner refunded my money Unovenkile wandibuyisela imali yam