Inguqulelo ka relationship in isiXhosa

relationship

ulwalamano

Ubizo-magama /ri-lay-shuhn-ship/

isibizoPlural relationships

  • 1

    ulwalamano
    unxulumano
    ubudlelwane
    Our teacher has a good relationship with the parents Utitshala wethu unobudlelane obuhle nabazali
  • 2

    unxulumano
    We discussed the relationship between drugs and crime Saxoxa ngonxulumano phakathi kweziyobisi nolwaphulo-mthetho
    → Synonym of connection
  • 3

    ulwalamano
    ubudlelane
    ukuthandana ngokungekho sikweni
    The story is about a relationship between a boy and a girl Ibali limalunga nokuthandana phakathi kwenkwenkwe nentombi