Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika relative in isiXhosa

: relative1relative2

relative1

xa kuthelekiswa

Ubizo-magama /rel-uh-tiv/

isiphawuli

  • 1

    xa kuthelekiswa
    Look at the position of the Earth and Mars relative to the sun Jonga indawo okuyo uMhlaba neMarsi xa kuthelekiswa nelanga

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika relative in isiXhosa

: relative1relative2

relative2

isalamane

Ubizo-magama /rel-uh-tiv/

isibizoPlural relatives

  • 1

    isalamane
    isihlobo
    Nandi's relatives came to the wedding Izalamane zikaNandi zeza emtshatweni
  • 2

    inzululwazi geelwimi
    isibaluli
    Examples of relatives are "-luhlaza" and "-mnandi" Imizekelo yezibaluli ngo"-luhlaza" no"-mnandi"
    • in isiXhosa, a word that has a similar purpose as an adjective (telling you more about a noun)
    • EsiXhoseni, igama elinenjongo efanayo neyesibaluli (ekuxelela ngokubanzi ngesibizo)