Inguqulelo ka relieve in isiXhosa

relieve

-hlisa ixhala

Ubizo-magama /ri-leev/

isenzirelieved, relieving

  • 1

    -hlisa ixhala
    -khulula exhaleni
    The news that you are safe relieved us Iindaba zokuba ukhuselekile zasikhulula exhaleni
  • 2

    -phelisa
    The tablet will relieve your headache Ipilisi iza kuyiphelisa intloko yakho ebuhlungu
  • 3

    -phumza
    -khulula
    The night nurse will relieve the day nurse Unesi wasebusuku uza kukhulula unesi wasemini