Inguqulelo ka replace in isiXhosa

replace

-thatha indawo

Ubizo-magama /ri-playss/

isenzireplaced, replacing

  • 1

    -thatha indawo
    A new teacher will replace Mrs Ndlela Utitshala omtsha uza kuthatha indawo kaNkszk Ndlela
  • 2

    -buyisela
    Please replace the book on the shelf when you've read it Nceda, buyisela incwadi eshelufeni xa sele uyifundile