Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika report in isiXhosa

: report1report2

report1

ingxelo

Ubizo-magama /ri-pawt/

isibizoPlural reports

  • 1

    ingxelo
    I read the report in the newspaper Ndayifunda ingxelo kwiphephandaba
  • 2

    iripoti
    ingxelo yezifundo
    Did you get a good school report? Ufumene iripoti yesikolo entle?

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika report in isiXhosa

: report1report2

report2

-xela

Ubizo-magama /ri-pawt/

isenzireported, reporting

  • 1

    -xela
    -nika ingxelo
    -ripota ngokungekho sikweni
    We'll report the accident to the police Siza kuyixela ingozi emapoliseni
    Nikki reported the story in the newspaper UNikki wanika ingxelo kwiphephandaba