Inguqulelo ka reproduction in isiXhosa

reproduction

inzala

Ubizo-magama /ree-pruh-duk-shuhn/

isibizo

  • 1

    (animals)
    inzala
    ukuzala
    You need a male and a female animal before reproduction can take place Ufuna inkunzi nemazi phambi kokuba ukuzala kwenzeke
    sexual reproduction ukwanda ngokwesondo
  • 2

    (plants)
    inzala
    ukuziphindaphinda
    Reproduction takes place in different ways in plants Inzala yenzeka ngeendlela ezahlukileyo kwizityalo
  • 3

    umfanekiso
    ikopi
    This painting is a reproduction, not an original Lo mzobo ungumfanekiso oyikopi ayingowoqobo