Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika respect in isiXhosa

: respect1respect2

respect1

intlonipho

Ubizo-magama /ri-spekt/

isibizo

  • 1

    intlonipho
    imbeko
    intlonelo
    My respect for Lucas has grown Intlonipho yam kuLucas ikhulile
    Those people show no respect Abo bantu ababonisi ntlonelo

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika respect in isiXhosa

: respect1respect2

respect2

-hlonela

Ubizo-magama /ri-spekt/

isenzirespected, respecting

  • 1

    -hlonela
    -beka
    -hlonipha
    They respect their teacher Bayamhlonela utitshala wabo