Inguqulelo ka rhombus in isiXhosa

rhombus

Ubizo-magama /rom-buhss/

isibizoPlural rhombuses

izibalo

  • 1

    isazobe esinamacala amane alinganayo esingenazimbombo zingunkqo
    irhombasi ngokungekho sikweni
    • a flat closed shape with four parallel sides of equal length. Unlike a square, the angles are not 90 degrees
    • imilo emcaba evalekileyo enamacala anxuseneyo amane alinganayo ngobude. Ngokungafaniyo nesikwere, iiengile azingawo ama-90 eedigri

Usetyenziso

'Rhombus' is the correct word for a diamond shape.