Inguqulelo ka role in isiXhosa

role

indima

isibizoPlural roles

  • 1

    indima
    inxaxheba
    Sindi's role was to cook Indima kaSindi yayikukupheka
  • 2

    indima
    indawo
    inxaxheba
    Sam played the role of the king in the play USam udlale indawo yokumkani kumdlalo weqonga