Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika round in isiXhosa

: round1round2round3

round1

jikelele

(around)

Ubizo-magama /rownd/

isihlomelo & preposition

  • 1

    jikelele
    We travelled round Zimbabwe Sihambe iZimbabwe jikelele
    Look round the room Jonga igumbi jikelele
  • 2

    ekujikeleni
    The shop is round the corner Ivenkile isekujikeleni kwekona
  • 3

    malunga
    Come at around two o'clock Yiza malunga nentsimbi yesibini

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika round in isiXhosa

: round1round2round3

round2

-ngqukuva

Ubizo-magama /rownd/

isiphawulirounder, roundest

  • 1

    (like a circle)
    -ngqukuva
    -sazinge
    -sangqa
    -rawundi ngokungekho sikweni
    a round plate ipleyiti engqukuva
  • 2

    (like a ball)
    -ngqukuva
    a round ball ibhola engqukuva

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika round in isiXhosa

: round1round2round3

round3

umjikelo

Ubizo-magama /rownd/

isibizoPlural rounds

  • 1

    umjikelo
    the first round of the soccer championship umjikelo wokuqala wesoka wobuntshatsheli
  • 2

    umjikelo
    The postman starts his round at eight Unoposi uqala imijikelo yakhe ngeyesi-8