Inguqulelo ka rubber in isiXhosa

rubber

irabha

Ubizo-magama /rub-uh/

isibizoPlural rubbers

  • 1

    irabha
    Rubber is used for making tyres Irabha isetyenziswa ekwenzeni amathayara
  • 2

    irabha
    Use a rubber to erase your mistakes Sebenzisa irabha ucime iimpazamo zakho