Inguqulelo ka ruin in isiXhosa

ruin

-tshabalalisa

Ubizo-magama /roo-in/

isenziruined, ruining

  • 1

    -tshabalalisa
    -onakalisa
    -mosha ngokungekho sikweni
    A fire ruined their home Umlilo walitshabalalisa ikhaya labo
    The dog ruined my shoe Inja yasonakalisa isihlangu sam
  • 2

    -phanzisa
    -onakalisa
    Rain will ruin the picnic Imvula iza kuyiphanzisa ipikniki