Inguqulelo ka safe in isiXhosa

safe

-khuselekile(yo)

Ubizo-magama /sayf/

isiphawulisafer, safest

  • 1

    -khuselekile(yo)
    You are safe in this house Ukhuselekile kule ndlu
  • 2

    -khuselekile(yo)
    -nqabileyo
    Put the money in a safe place Beka imali kwindawo ekhuselekileyo
  • 3

    -khuselekile(yo)
    -ngena ngozi
    Is it safe to swim here? Kukhuselekile ukudada apha?