Inguqulelo ka satellite in isiXhosa

satellite

isathelayithi

Ubizo-magama /sat-uh-lite/

isibizoPlural satellites

  • 1

    inzululwazi ngezelizwe inzululwazi ngeenkwenkwezi
    isathelayithi
    The moon is a satellite of the Earth Inyanga yisathelayithi ejikeleza umhlaba
    • a natural object that moves around the Earth or around another planet in space
    • into yendalo ejikeleza iHlabathi okanye ejikeleza enye iplanethi emajukujukwini
  • 2

    inzululwazi ngezelizwe amajukujuku ophapho
    isathelayithi
    Satellites send images of the Earth that help us to forecast weather Iisathelayithi zithumela imifanekiso yomhlaba esinceda ekuqikeleleni imozulu
    • a device that people send into space and that moves around the Earth for a particular purpose
    • isixhobo esithunyelwa ngabantu emajukujukwini nesijikeleza iHlabathi ngenjongo ethile