Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika screw in isiXhosa

: screw1screw2

screw1

-qinisa ngesikrufu

Ubizo-magama /skroo/

isenziscrewed, screwing

  • 1

    -qinisa ngesikrufu
    -dibanisa ngesikrufu
    -skrufela
    Screw the planks together Dibanisa amaplanga ngesikrufu
  • 2

    -jija
    Screw the lid of the bottle on tightly Jija isiciko sebhotile siqine

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika screw in isiXhosa

: screw1screw2

screw2

iskrufu

Ubizo-magama /skroo/

isibizoPlural screws

  • 1

    iskrufu
    Attach the shelf with screws Bamba ishelufa ngezikrufu