Inguqulelo ka season in isiXhosa

season

ixesha lonyaka

Ubizo-magama /see-zuhn/

isibizoPlural seasons

  • 1

    ixesha lonyaka
    isizini ngokungekho sikweni
    Spring, summer, autumn, and winter are the seasons of the year Intlakohlaza, ihlobo, ukwindla nobusika ngamaxesha onyaka
  • 2

    ixesha
    isizini
    When does the cricket season start? Liqala nini ixesha lekhrikethi?