Inguqulelo ka secondary school in isiXhosa

secondary school

isikolo samabanga aphezulu

isibizoPlural secondary schools

  • 1

    isikolo samabanga aphezulu
    isikolo samabanga aphakamileyo
    isekondari
    Most secondary schools have classes from Grades 8 to 12 Iisekondari ezininzi zineeklasi ezisuka kwiBanga lesi-8 ukuya kwele-12
    → Synonym of high school