Inguqulelo ka seem in isiXhosa

seem

-khangeleka ngathi

Ubizo-magama /seem/

isenziseemed, seeming

  • 1

    -khangeleka ngathi
    -bonakala ngathi
    -jongeka ngathi
    She seems ill; I'll call the doctor Ukhangeleka ngathi uyagula; ndiza kubiza ugqirha

Usetyenziso

Don't confuse 'seem' with 'seam'.