Inguqulelo ka selection in isiXhosa

selection

ukhetho

Ubizo-magama /suh-lek-shuhn/

isibizoPlural selections

  • 1

    ukhetho
    ukukhethwa
    ukunyulwa
    the selection of a soccer team ukukhethwa kweqela lesoka
  • 2

    isibalulo
    iintlobo ngeentlobo
    The shop has a good selection of CDs Ivenkile ineentlobo ngeentlobo ezininzi zamacwecwe