Inguqulelo ka sense in isiXhosa

sense

isivo

Ubizo-magama /senss/

isibizoPlural senses

  • 1

    ibhayoloji
    isivo
    Dogs have a well-developed sense of smell Izinja zinesivo sokujoja esibukhali kakhulu
    • any one of the ways we use to know about things around us: hearing, seeing, smelling, tasting and touching
    • nayiphi na kwezi ndlela sizisebenzisayo ukwazi ngezinto ezisingqongileyo: ukumamela, ukubona, ukujoja nokuphatha (ukuchukumisa)
  • 2

    ubulumko
    ingqondo
    She had the sense to throw sand on the fire to put it out Waba nengqondo yokugalela intlabathi emlilweni ukuze ucime
  • 3

    intsingiselo
    Find the senses of the word "bat" in the dictionary Fumana iintsingiselo kwigama u"bat" kwisichazi-magama
    → Synonym of meaning