Inguqulelo ka sensitive in isiXhosa

sensitive

-buthathaka

Ubizo-magama /sen-si-tiv/

isiphawulimore sensitive, most sensitive

  • 1

    -buthathaka
    -ethe-ethe
    The burn on my leg is sensitive Isilonda sokutsha emlenzeni wam sibuthathaka
  • 2

    -novelwano
    -cingela
    She is kind and sensitive to children's feelings Unobuntu yaye unovelwano kwiimvakalelo zabantwana
  • 3

    -nobuntununtunu
    -nkenenkene
    She's sensitive after her divorce and gets upset easily Unobuntununtunu emva koqhawulo-mtshato yaye ukhathazeka lula