Inguqulelo ka series in isiXhosa

series

uthotho

Ubizo-magama /seer-reez/

isibizo

  • 1

    uthotho
    isirisi
    Isidingo is his favourite TV series Isidingo ngowona mdlalo wethivi unothotho lwemiboniso awuthanda kakhulu
  • 2

    uthotho
    izinto ezilandelelanayo
    udederhu
    Melinda had a series of car accidents UMelinda uhlelwe luthotho lweengozi zemoto