Inguqulelo ka servant in isiXhosa

servant

isicaka

Ubizo-magama /sur-vuhnt/

isibizoPlural servants

  • 1

    isicaka
    umqeshwa
    umkhonzi
    Her servant cleans the house and cooks Isicaka sakhe sicoca indlu sipheke
  • 2

    umqeshwa karhulumente
    umqeshwa karhulumente
    The nurses and doctors are servants of the government Oonesi noogqirha ngabaqeshwa bakarhulumente