Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika set in isiXhosa

: set1set2

set1

-qina

Ubizo-magama /set/

isenziset, setting

  • 1

    -qina
    -seta
    When concrete sets it becomes hard Xa isamente iqina iba lukhuni
  • 2

    -lungisa
    -deka
    Set the table for dinner Lungisa itafile uyilungiselele ixesha lokutya
  • 3

    (the sun and moon)
    -tshona
    The sun sets in the late afternoon Ilanga litshona malanga

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika set in isiXhosa

: set1set2

set2

isethi

Ubizo-magama /set/

isibizoPlural sets

  • 1

    isethi
    iqela
    iindidi ezahlukeneyo
    Answer three sets of questions Phendula iisethi ezintathu zemibuzo
  • 2

    izibalo
    isethi
    a set of triangles isethi yoonxantathu
    • a group of numbers, shapes or objects with a shared quality
    • iqela lamanani, iimilo okanye izinto ezineempawu ezifanayo
  • 3

    idrama
    izinto zomdlalo weqonga
    Move the set off the stage Susani izinto zomdlalo weqonga elilungisiweyo eqongeni